Free Christian classic ebooks for you to download:
Browse books now

Multilingual Online Bible


Xhosa
Type your search text here






Choose a Bible


Select book or range
Chapter


Xhosa, IiNdumiso 128 (Psalms 128)

1   Ingoma yezinyuko. Hayi, uyolo lwabantu bonke abamoyikayo uYehova, Abahamba ngeendlela zakhe!

2   Ukuxelenga kwezandla zakho inene uya kukudla, Uya kuba noyolo wena, kulunge kuwe.

3   Umkakho woba njengomdiliya oqhamayo Endlwini yakho ngaphakathi; Oonyana bakho babe njengezithole zomnquma Ngeenxa zonke esithebeni sakho.

4   Yabona, unjalo ukusikelelwa umfo Omoyikayo uYehova.

5   Makakusikelele uYehova eZiyon. Uyibone iYerusalem inenyhweba Yonke imihla yobomi bakho;

6   Ubone abantwana babantwana bakho. Malube luxolo kuSirayeli.


IiNdumiso 127
   (Psalms 127)  
 Choose Book & Chapter    IiNdumiso 129
(Psalms 129)   

Xhosa is spoken by 6,876,000 people: 6,858,000 in South Africa, 18,000 in Lesotho.

1975 Xhosa Bible, copyright © 1975 Bible Society of South Africa.


Licensed to Jesus Fellowship. All Rights reserved. (Script Ver 2.0.2)
© 2002-2021. Powered by BibleDatabase with enhancements from the Jesus Fellowship.